Maqala Ngezinja - Traditional Healer

Maqala Ngezinja - Traditional Healer Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Maqala Ngezinja - Traditional Healer, Cape Town.

01/04/2022

Molweni zingane zam 🊔.

Uyabulisa u MAQALA NGE ZINJA indonda egqibela ngo MNIKAZI ehh hee. Ndithi mandinibulise kule mini intle yanamhlanje ndithemba ukuba nonke niyaphila, mandikhe ndizazise ndingu Maqala Nge Zinja inyanga yase Gugulethu e Cape Town.

Ndiyanyanga, Ndiyaxosha, Ndiya lungisa okulandelayo :

1: Ndiyahlola nga mathambo kwaye ndiya femba ðŸĶīðŸ”Ū
2: Ndiyalapha izigulo ngoku hluka-hlukana kwazo emzimbeni womntu 🊔.
3: Ndiyalahla 🍃
4: Ndiqinisa Umntu, Imoto, Ikhaya ðŸ‘Ļ‍ðŸĶąðŸĄðŸš˜.

Ndenza almost konke ngoku shaya intlolo sibone ukuba kufuneka ulwaphwe njani na ðŸĶī🐆.

WOZA SIZOKUHLOLA SIBONE UKUBA INGXAKI YAKHO IKUPHI NA!!🙇ðŸū‍♂ïļðŸĶī🊔

Mawuno mbuzo ndithinte kule nombolo ilandelayo :

📞- 071 750 1109
WhatsApp - 071 750 1109
ðŸ“Ļ - mdlalosejoseph8@gmail.com

Ndizovuyiswa kukuva kuwe ukuba ukhala ngani na 🛖.

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Maqala Ngezinja - Traditional Healer posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share