12/11/2023
Inkcukaca ngobomi bukaThozamile noMthozami , ngamawele azalwa ngexesha lama2k kodwa ungabindwa ngamagama kwakungxanyiwe , lonto ke ibenze baphazamiseka ebomini bazibona bephumelele ngoba baziva sekungathi ngabo abaphethe uxanduva emndenini wabo, UMthozami lixhegwana nje elincinci elinomzimba ingathi kudala lazabalaza ,UThozamile yindoda nje enobuso obukrakra ayifikelwa nanguMaria ngezizathu zobuso obu mbaxa, la mawele ke sithathe isigqibo njenge nkampani yakwa SASKO ekhokhelwa nguLoaf Emnandi ukuba sibanike ithuba baphile okunaphakade apha ebomini ngoba emva kophando esilwenzileyo kufumanisekile ukuba baphila nabantu bakudala ngaphakathi kubo, Xa sibaxela oku bavele basibetha ngamatye bathatha iloaf ezimbini babaleka nazo lonto ngenye nje yezizathu singafunanga ukuvela enkundleni ngamatyi ngoba kubonakala ingathi ngexesha bebaleka nezonka imincili bebeyikhupha ngentsula kuvuya , kodwa ndingabimde mandingene emxholweni , ugwetyiwe owesilisa izolo ngexesha ezama ukugawula umthi we orange esithi akazothozama yena ejongene neorange ,kodwa ke kuthiwe mandingatsho ukuba nguban lo wenze lomkhuba umbi kangaka woxwaya umthi nengcambu zawo , kodwa ke ibail kuthiwe uzakuyifumana mhla wancipha ubuso , ezibuhlungu azipheli 💔
ezilandelayo uyakuzifumana kule page ngokunembheko nococeko❤️