Abookhanki da bush doctors

  • Home
  • Abookhanki da bush doctors

Abookhanki da bush doctors Life is full of surprises.

28/05/2025

Zeke no vaccine nabo khanki kulenqgele kwaye nibabhatale before mazips show

05/05/2025

Days are numbered Bafana bam

Nina Baka Dec nihlale nisazi uba eyamadoda ayipheli ityala alinyibiliki ayingomafutha
12/03/2025

Nina Baka Dec nihlale nisazi uba eyamadoda ayipheli ityala alinyibiliki ayingomafutha

16/12/2024

Who is the khanki of the year.....
Who is the Nqalathi of the year....
Who is the Zibazana of the year....
Please don't forget to pay amakhankatha
Qwaba ke!

18/10/2024

Molweni bonozala Nani Mazibs nanga amaxabiso ka Dec.
Ikhankatha R1200
Inqalathi R600
Umpheki R800
If izibazana lidangele
Sinayo ne Decor if ufuna umgidi Ka.

25/07/2024

Umntu lilahl'elinothuthu

15/07/2024

Khanitsho kulemigidi kanokutsho niyawabhatala amakhankatha kaloku nguye unobangela wolonwabo

14/07/2024

Bayile baphinda babuya nazo ke mdoda

24/03/2024

Utshintsha umbhokrweni yibhotile necase kunye neplasma(5ltr) qha

03/02/2024

Khanki of the year go's 2........

03/02/2024

Ukhanki ngulatata okanye labhuti uchitha ixesha lakhe ehlala ngomntana wabanye abazali othi agqithele kwelinye inqanaba ebomini, ubuyindoda

Address


Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Abookhanki da bush doctors posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

  • Want your practice to be the top-listed Clinic?

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram