Let's be nourished by empowering thoughts

Let's be nourished by empowering thoughts Health care is wealth, and Sickness is poverty. Let's be conscious about what is happening us.

26/09/2025

In everything that didn't go right in people's lives 💔, know that God knows what we want and like 🙏 and whoever lost his things or people whom he dearly love 💕 God is going to restore it ❤️❤️🙏.

Just never lose hope and respect to you that's what God wants you to know He doubled what people have lost along the way with hard tests and strong lessons 😜, let's keep on moving forward ⏩ no matter how the rain is!

22/09/2025

Bantu ukuze umthetho walapha ezweni lethu,kufuneka abantu abophula umthetho nokuba basebenzisa umoya kuyafana mafakwe entolongweni abantu abenza izinto ezingcolileyo bebesbenzisa umoya.Abanye bexokisela abantu ngongwebo uphi ngoku!

19/09/2025

On this event that I hoped people would want to question me about spirituality and I was ready to answer the correct address 😀 🙏, but it is a pity that people show no interest in my event only because I have confidence in people who are curious to know and be inquisitive ❓

19/09/2025

Please my people that I love ❣️ so much don't fight one another for no one else split your beans 🫘 🪓 here to me,thus stay calm 😭, cause there's no hidden from that cannot be seen by me 😂!

19/09/2025

And be not confirmed by the renewing of your mind, that ye may prove what is that good,and acceptable,and perfect, will of God.

18/09/2025

Yazi unganosizi uthi abantu abaninzi baya phangela xa ujonge imali ababanayo, into endiyibonayo abantu basebenza mna ukuze bafumane imali khukho omeza bam abaqashelwe ukujonga nidsiya eToilet emsebenzini kwakusasa bandijongile,abanye benza ngathi basindisiwe ngelo xhesha basebenzisa amayeza amdaka wokundibulala.Isimanga abafuni ukundiyeka ndizo mnabele mna.

Ukhona umeza owenza kakhulu nangoku akekho umkhile uyixela ukuba hayi lamntu akafanga usaphika,eleke kusisa banethemba ukuba ndkuvuka ndifile.Andazi ke ukuba nifuna ndinixele njani ukuba hayi bantu bakuthi angeke nudibulale madida ndini eenkonzo axokisa abantu athi asindisiwe,ndiyanazi nonke namapholisa enisebenza nawo,nomalume wam i ring leader of this plot and calculated plan to kill me for my money If I wanted to kill all of you I could have done it a long time ago because I have been knowing that all along.Niyabona ukuba niphindile ukusukela namhlanje basebenzisa, ukuba ndife namhlanje ngezi ntsuku zonke niqhele ukwenza nilungelwe hayi namhlanje abenza njalo bayokufa kwa ngoko ngala mayeza abo kuba asistrongo meza wam osebenza nemigulukuthu kunye na mapolisa akhohlakekeyi,bdiyanibona qha ndifuna nitshatyalaliswe kukwenza kwenu.

18/09/2025

Mapolisa wakuthi abambe imali yam ukuba izekum ngenxa yokuba nathengwa, into endizakusuke mdiyenze nakudinwa ndizokunijaja ngokwam ngoba kudala ndisazi qha ndisanika intambo ende.Kwaye kuyacaca ukuthi angekhe nenze okulungileyo njengabantu bomthetho abafanele ukuba basikhusele bona baya sibulala kanti ndokusuke ndinigwebe mna,ndonele nini bantu bomthetho abangamaxoki ndingumntu womthetho wamaZulu ndasuke ndinigwebe ukufa!

17/09/2025

Abantu ndiyacela ukuba bangaxalabi ayikho lento ithethwa ngababa prophet bobuxoki baxokayo,bathi ukuba kuzabamnyama intsuku ezintathu ayikho into enjalo bona bazakubanja emva kwezintsuku bazibekileyo,ngoba ayikho lonto apha!Bayaxoka ku WhatsApp kwi social media!

16/09/2025

Bantu bencela ukubuza ingaba masithi uSathana umawo amandla okulwa akwaMoya kodwa ukhetha ukungawasebnzisi ngoba uyazi ukuthi kunganzima,kanene xa kusitha ngabantu abalungikeyo bazama ukubulala uSathana emhlabeni wabo, ingaba lonto iyodwa inenza ukuba nibezi (Angels )na nina hayi khange aningcolanga nina mosi nina into eniyenzayo niyalungisa ndiyaqonda ngokubulala, okanye kokufuna ukundibulalela izinto zam kodwa qhubani owamu uThixo uziphendula!

12/09/2025

The unbalanced weaknesses plus power or a strong point the results or sum of it is destruction! Your own power is also your own weaknesses because when someone is strong at is she/he weaknesses and self-destruction!And that alone can lead somebody else to the downfall if these energies couldn't be balanced with or be equal to would end up going to the destruction!

I addressed it clearly before that, when someone wants to be in a or has eager to fight for and participate in a fight or Warfield must first count the cost of a fight before getting deeper into it! Maybe by not participating in it, perhaps you have already won it but you would know when to fight and how and when to watch or how and when to attack 🤔 or not but only patience in fact you could know it all 😀!

11/09/2025

People please forgive me at times in my mission I have to make sure that the justice itself is being done and balanced here on this planet,and it is a must for me to do that even though it death ☠️ to it would bring death 💀 I know and fortunately I am aware of it!

11/09/2025

Good people I have these kinds of physics abilities and I cannot be confused by circumstances and the people's energies whether hidden or revealed it all the same I will tap on it and be able to read it automatically!

Address

Queenstown
5320

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 17:00
Sunday 09:00 - 17:00

Telephone

+27797192351

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Let's be nourished by empowering thoughts posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to Let's be nourished by empowering thoughts:

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram