Thetha Ndoda

Thetha Ndoda Do you have a problem you want us to advice you on? Hit my inbox you choose to be anonymous

27/10/2022

๐Ÿ’”

11/05/2022

Hi yhoo hayi kubuhlungu k*m kakhulu .ubone lanto u act.e ngathi ungumntu oHappy ube ufa ngaphakathi. Yhoo kunzima mntasekhaya ndiyi 1st born k*mama abanye abay4 balandela emva ndiya Job kwi salon nalapho imali ayikho enough ba kujongwe k*m ekhaya. Saphuma kwi family house ngenxa kungekho mpatho iryt kuthi umama wokha bobosi sihlala kulo , one room omncinci sibane worry xa kunetha kungena amathonsi emvula . Mama uyagula mpilo yakhe ayikho right tu , mna bendikade ndingasongumntu uselayoo but now i go out and drink ngenxa ye stress . Im only 24 . Kusekho nona 2yrs omnye 9year ngabona bandenzeli worry coz siyalamba kakhulu, umama akaphangeli ujonge iGrant yaba babini . Yhoo mntasekhaya isimo sethu sibuhlungu andiyaz mandithini andinalo uncedo tuu ingaske uzozibonela mntse ndlela esiphila ngayo

22/04/2022

Hi admin What things should I use to stop scratching my p***s?

06/04/2022

Feel Free to Inbox โœ๏ธ๐Ÿค˜

โ™ฅ๏ธ
25/03/2022

โ™ฅ๏ธ

23/03/2022

Admin please Ndicela undihoye kunini ndibhala Ungandihoyi I'm in Pain and I know Yi Page yoTata lena mna ndilibhinqa ndiyacela torho undisize tu๐Ÿ™๐Ÿ™๐Ÿ™umzi wam uyaphela yini Admin๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ ndicela nindincede oko kufike Ifamily yakulo myeni kuthiwa ndiligqwirha ndiyathakatha ndifungelwe uba ndizatshiswa yini andenzanganto mna

22/03/2022

Molo admin ndingu mxhosa aphe Gqeberha ndicela ubuza uthwani umntu ongafuni mntana kodwa utshatile naye?

22/03/2022

Admin's handwriting โœ๏ธ
*Feedback*

Story of a 17 year old is Under control. THANK YOU ๐Ÿค

21/03/2022

Hi admin ndiyi awti aphe Kapa ndicela uncedwa groetman zam๐Ÿ™ ndiphethwe kakubi aphe ndlin ever since ndaswelekelwa ngabazali ibe yona indlu ingeka tatam but ingathi andingowalapha kubuhlungu tar's ndifuna uhambela lendlu katatam qha andiyaz ndithini nam ndisengu mntana ndina 17years ingaphantsi kotatam nzaphinda ndinibalisele kakuhle ngomso ba kwenzeka ntoni kule family yam andikwazi ngok ndibelwe i charger battery low enkosi Admin

18/03/2022

Hlw Admin ndingu Mjita nengxaki ne galfriend yam ever since ndadyola naye unento yomane ephakamisa isandla k*m and xa esenza lanto ndiyamyeka umsindo wam ndikhuphele etywaleni . Izolo ndiphinde ndaphuma namajita xa ndibuya uphekile akandiphakela xa ndimbuza uyandithuka uyandibetha nalapho ndimyekile andifuni umbetha coz ndayazi umbetha kwam ndizambulala .Akhonto ndingamenzeli yona ndimvisa kamnandi naxa ndimbuza ba ndimenze ntoni akathethi , ithiwani intwe njena ?

16/03/2022

Hello admin plz hide ne and please ningandi jUdge Ngoba nam ndingumnTu.
BesaCela ubuza Wenzanjani Xa uFuna uxeLeLa umntu wakho bA une HIV nGoba yena Uya enjoYa uHaver S*x raw and Yena ugqibele Si Negative Akayazi Ngok Uba NdiYagula i tried Ukuthi Kuye Makayo Test a Yedwa zaBuya Results zakhe Zisithi Negetive ndiNgamxeleLa njani Ngam?

15/03/2022

Hi admin plz hide. Im 34yrs from Gqeberha I'm married with 2 beautiful kids. To cut the story short i cheated on my wife Several times and I ended up having pains on my p***s I went for help and drank medicines but there is no positive results I can't even p*e its been 2months ndingasa have s*x nomfazi wam and that causes fight between us what kind of medicine elingandisiza bantu benkosi ? I tried ama pills we infaction name them i drank different types of them i went for check up but the doctor has no results about my situation. I have fights with my wife plz help ndizojonga comments

Address

Bluewater Bay

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Thetha Ndoda posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram