Chosi Akukhanye Langelihle

  • Home
  • Chosi Akukhanye Langelihle

Chosi Akukhanye Langelihle Taking you on a spiritual journey while connecting you with your ancestors

🕯️
26/05/2023

🕯️

Bhalisa kwi inbox 👏
25/05/2023

Bhalisa kwi inbox 👏

🕯️Makukhanye
24/05/2023

🕯️Makukhanye

Akwande 👏
23/05/2023

Akwande 👏

Ungahlali ungenayo ke isepha xa umane uvuka usiya kwaMlungu 👏Chosi malikhanye iLanga elihle phezu kwempilo zenu.
22/05/2023

Ungahlali ungenayo ke isepha xa umane uvuka usiya kwaMlungu 👏

Chosi malikhanye iLanga elihle phezu kwempilo zenu.

21/05/2023

Kuyafuneka mntan'thongo ukhe uvuthulule uthathise apha wawushiye khona ukhe uye enkonzweni 👏

Izithunywa zakowenu zikulindile ngaphambili.

20/05/2023

Vukani Vukani Vukani......!!!

Sizolawula mathongo 👏

10/05/2023

Andinilibelanga kwi Inbox ndenza nganye nganye..

👏Amen

09/05/2023

Asibenzanga nto basizondela impumelelo yemizamo yethu 👏

03/05/2023

Amen bantwana bethongo 👏

Ndithi mandixolise kakhulu kwaba ngeka fumani iindaba zabo kwi inbox kukhona nje okusandi Bambi leyo.

24/04/2023

👏
Face to face consultations ❗❗

1️⃣ YiR250 yeConsultation + R2 yokukhanyisa.

2️⃣ Appointment yenziwa via inbox.

3️⃣ Deposit yeR100 confirms your booking.

4️⃣ Ngosuku lwakho lokuza uphatha R150 kunye ne R2.

⚠️ Face to face consultations zenziwa ngemigqibelo kuphela ⚠️

22/04/2023

Ezinye imeko esizifumana siphantsi kwazo ayontando kaThixo ngumona kubantu esihleka nabo🤞🏻


Address


Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Chosi Akukhanye Langelihle posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

  • Want your practice to be the top-listed Clinic?

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram