Ukunceda abantu

Ukunceda abantu ukubapha impilo emzimbeni,ezingqondweni,nase mpefumlweni

05/10/2021

Invite abantu ku IFA and uzobhatalwa ngalonto just tell me when u over 20 or more than 50 ndizoza no IFA kuni bantu masenzeni imali bantase

28/08/2020

Hi guys niryt.. eliyeza linceda kakhulu if ufuna uthengisa just shout and inbox me I will tell u wenza njani

13/10/2019

Bawo xa kanye kwahlulelana I'm in I nobusuku yiba nabantwana bakho ngakumbi abadela impilo zabo basebenze ebusuku.bakhusele Thixo ,abadinga impiliso,umsebenzi,konke umntu akunqwenelayo makabize igama elithethelelayo lika Jesu kuzokwenzeka abathi kunjalo mabadlule ngo Amen

11/10/2019

ndiyababona abobhontsi zihlobo zam

10/10/2019

Kusihlwa sesizolala asicele kuYehova asikhusele kwizigelekeqe nabenzi bobubi sibuye sisaphelele masivuka kusasa...Amen

09/10/2019

Bonke abantwana bakho abadinga umsebenzi makuphele lonyaka bephangela ngegama leNkosi....asithi Amen

Address

195 Zizamele
Butterworth

Telephone

+27733160844

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ukunceda abantu posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram