Health Hub-Doctors Without Borders/Butterworth

Health Hub-Doctors Without Borders/Butterworth Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Health Hub-Doctors Without Borders/Butterworth, Health & Wellness Website, Butterworth.

The MSF EC NCDs Project in Butterworth Eastern Cape Province, South Africa, is implementing community-focused Differentiated Services Delivery models for faster and sustained control of Non-Communicable Diseases and HIV/TB.

08/03/2026
EyoMdumba yinyanga yokuqwayisa abantu ngokuphila ngendlela esempilweni. Sibhiyozele usuku lokuqwayisa abantu ngokuphila ...
24/02/2026

EyoMdumba yinyanga yokuqwayisa abantu ngokuphila ngendlela esempilweni. Sibhiyozele usuku lokuqwayisa abantu ngokuphila ngendlela esempilweni eDoti A/A, eDutywa, ngoku thatha uhambo lokuzilolonga, kukho imidlalo kunye nentetho yezempilo eyenziwa nguCommunity Health Worker wethu uZizo Kawe.

Sikhumbuza uluntu lwethu ukuba singakwazi ukuphila ubomi obusempilweni nobude nokuba umdala, umncinci okanye unezifo ezingosuleliyo ezifana nesifo seswekile noxinzelelo lwegazi (i-high-high).




23/02/2026



Mbhashe FM

23/02/2026
23/02/2026
Namhlanje sise Mbhashe FM 🎙sizothetha ngokuphila sempilweni (i-healthy lifestyle), inyanga ka February ngu Healthy Lifes...
23/02/2026

Namhlanje sise Mbhashe FM 🎙sizothetha ngokuphila sempilweni (i-healthy lifestyle), inyanga ka February ngu Healthy Lifestyle Awareness month no community health worker wethu uZizo Kawe. Mamela 🎧 usibambe nge comment okanye ngombuzo📞📲

November is   awareness month and we recently commemorated World Diabetes Day 🌍💙 on November 14th, we come together to r...
27/11/2025

November is awareness month and we recently commemorated World Diabetes Day 🌍💙 on November 14th, we come together to raise awareness, spread knowledge, and support the community of Xilinxa A/A in Ngqamakwe, Eastern Cape. That’s why Doctors Without Borders, in partnership with the Eastern Cape Department of Health, have come together to provide much-needed services, health screenings and health education about diabetes.

The community participated in a fun walk , some games including egg and spoon race , skipping rope and hula hoop. Those who participated received some exciting prizes !🏆

This year’s theme is about diabetes and wellness – a reminder to prioritize our physical well-being through self-care💪🏽, healthy eating 🍲 and exercise.

21/11/2025
14/11/2025
USuku lweHlabathi lweSifo seswekile lusemnyango, kwaye kufuneka sithethe.Mihla le, amawakawaka abantu eMzantsi Afrika ba...
07/11/2025

USuku lweHlabathi lweSifo seswekile lusemnyango, kwaye kufuneka sithethe.

Mihla le, amawakawaka abantu eMzantsi Afrika baphila nesifo seswekile, amaxesha amaninzi bengenankathalo, bengenankxaso, okanye ulwazi abaludingayo.

Kwiphondo leMpuma Koloni, amaqela eDoctors Without Borders (MSF) asebenzisana nemibutho yasekuhlaleni kunye neSebe lezeMpilo kuzwelonke (uMzantsi Afrika) ukusondeza inkathalelo kufutshane namakhaya, ukusuka ekuhlolweni koluntu ukuya kwiindawo zokuchola ngaphandle apho izigulane zinokuthatha amayeza azo esifo seswekile kunye noxinzelelo lwegazi ngaphandle kokufuna ukuhamba imigama emide.
📌 10 Novemba 2025
⏰ 11-12 AM
🗓 Joyina ingxoxo yethu yasimahla kwi-intanethi: https://msfsa.me/480IDbA

Address

Butterworth
4960

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Health Hub-Doctors Without Borders/Butterworth posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Practice

Send a message to Health Hub-Doctors Without Borders/Butterworth:

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram