Dwane Funerals

Dwane Funerals Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Dwane Funerals, Funeral service & cemetery, East London.

Sineminyaka siwenza lomsebenzi. Xa ufuna incedo lwethu, sukuya kude sikhona.DWANE Funerals ikungcwaba ngesidima🙏🏽
23/07/2023

Sineminyaka siwenza lomsebenzi.

Xa ufuna incedo lwethu, sukuya kude sikhona.DWANE Funerals ikungcwaba ngesidima🙏🏽

Unaye uMasingcwabane?Dwane Funeral Services ngomakhwekhwetha kwezemingcwabo, kwaye bathembekile ukubeka isihlobo sakho k...
10/07/2023

Unaye uMasingcwabane?

Dwane Funeral Services ngomakhwekhwetha kwezemingcwabo, kwaye bathembekile ukubeka isihlobo sakho kwikhaya lokugqibela ngesidima nesithozela. Banike ithuba bakubonise…

Bane policies eziqala kwencinci imali engangeR250. Ufaka isiqu esiyintloko, abazali kunye nabantwana.

Batsalele umxeba kulenombolo: +27 82 960 7854
Ukuze ufumane iingcombolo ezithe vetshe.

Address

East London
5201

Telephone

+27829607854

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Dwane Funerals posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram