Thandie traditional healer

Thandie traditional healer Sikezelana ngolwaz zihlobo asiphoxani

31/08/2022

Sasekhona bakwethu nokba sendilikhehle njenà ngku kdwa Xa ukhala ngakulekelela

04/07/2022

Ngobani abasahleliyo nam okuthandileyo zothi Hy mnganam♥️💜othande mna zoth hlw mbandeh ukba zithen yeke kanjena

29/06/2022

Uthi sahamb endleleni ubone jacket awauyinike bbe wakho inxitywe Yi x ungathi iyakhulul o uyedlula
Haike sana zova amaphola

28/06/2022

Mandingene ndibulisa kwikhaya lokphila Kade uzama usohluleka ubethakala ndawon khawsho sbonisaneni

25/06/2022
21/06/2022

Yinto enokwenza uthande lamntu ongamfuniyo kuba yena yakuthanda qha kafuni kkthethisa kba wena umbheka kakubi

20/06/2022

Uyagula uyazibona uyakogqirha akululami kodwa uyagula kuthen ngahlangani nabanye ogqirha bendabuko ubheke umahluko uyeke ukuya sekunzima kakhulu

16/06/2022

Sonibingelela makhosi yandibusisa lengoma.kakhulu🥁🪘

12/06/2022

Uhlushwa yini kulokona ukuyi
Yondoda
Bathakathi
Yidloz
Yisthunywa
Uyahlukunyezwa bakwethu masingathuli kunzima bayaphela abantu sendthule

07/06/2022

Leliph iculo elikbusisayo elecawe othi wakulivuma ubone ukba konke kuhamba kahle bawo🙏

06/06/2022

Mawbonwe yi'x yakho sahamba nendoda ikumise ngathi ukuphendula niyeke kuthuka😅🤣😂

05/06/2022

Ungahlali unengxak ndeske kubenzima kakhulu sukuma saqala bonane nodokotela singabulawa zizinto ezincinci bakwethu

Address

Po Box 289
Lusikisiki

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Thandie traditional healer posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram