All Nations Funeral Home

All Nations Funeral Home We offer dignified funerals for lower prices

25/08/2025
Khetha kuluhlu lwethu lwamatye enziwe nge 100% granite ukusukela kwixabiso eliphantsi eliyi R3500 intloko.Sikwanayo ne p...
13/08/2025

Khetha kuluhlu lwethu lwamatye enziwe nge 100% granite ukusukela kwixabiso eliphantsi eliyi R3500 intloko.

Sikwanayo ne policy yelitye lodwa, sithatha abantu ababini abasaphilayo nge R150 ngenyanga.

Sitsalele ku:

043 023 0276
078 443 6129

Okanye ku WhatsApp 075 065 4059

Lo shuni 🥩🍞ehamba nomunye lo 🥤sicela ufika be ready xa sizisa umzimba ekuseni.Akho need yoba soxabaneni ngokutya kwaksas...
08/08/2025

Lo shuni 🥩🍞ehamba nomunye lo 🥤sicela ufika be ready xa sizisa umzimba ekuseni.

Akho need yoba soxabaneni ngokutya kwaksasa.

07/08/2025

Ukuba uyazazi uyaphi xa ulandulele eli, yaleza ilungu le family yakho uba sikufakele iFire extinguisher ebhokisini yakho ukwezela ukwazi ujongana nemeko phambili.

Dear Lungu elibekekileyo.Nceda qaphela ukuba kuluxanduva lakho ukuqinisekisa ukuba umasingcwabane wakho uwubhatala rhoqo...
06/08/2025

Dear Lungu elibekekileyo.

Nceda qaphela ukuba kuluxanduva lakho ukuqinisekisa ukuba umasingcwabane wakho uwubhatala rhoqo ngenyanga.

Oko kukwenzela uba kungabikhi magingxi-gingxi ngomhla ka xakeka xa kufuneka umbutho ukusebenzele.
Okwethu kukuthumelela umyalezo uba umasingcwabane wakho usemva, ngapha koko asikwazi ukunyanzela uba bhatala.

Nceda ke ubhatale rhoqo ngenyanga ukuze ungaphulukani namalungelo ePolicy iyikhethileyo.

Kwa All Nations Funeral Home asinikezeli ngenkonzo yongcwaba kuphela, sibambisana nawe ngothando, isizothe nenkathalo. S...
25/07/2025

Kwa All Nations Funeral Home asinikezeli ngenkonzo yongcwaba kuphela, sibambisana nawe ngothando, isizothe nenkathalo.

Sinikezela ngoluhlu lwee nkozo eziphambili ezikhethwe nguwe, ngoba bonke ubomi bongasekhoyo bufanele ukukhatshwa ngesizothe.

Qhagamishelana nathi usilandele nakumakhasi onxibelelwano.

Tel: 043 023 0276
Cell: 078 443 6129
WhatsApp: 075 065 4059

21/07/2025

iiPolicy zethu ziqala ku R150, Joining fee yi R70 kuzo zonke.

Ku Silver Package sithatha abantu abalishumi nokuba iifani azifani, nokuba badlulile kwi 21 yeminyaka.

Ku Gold Package sithatha abantu abahlanu nokuba iifani azifani, nokuba badlulile kwi 21 yeminyaka.

Ku Platinum Package sithatha abantu ababini.

Sikwanayo ne Senior Package yona yenzelwe abantu abadala (81-99 years), kuyo ke sithatha umntu omnye.

Siyafumaneka ku whatsapp ku 075 065 4059 xa ufuna ukucaciselwa ngezi packages nange benefits zazo.
Kungenjalo ungasi founela ku 078 443 6129
Okanye ufounele i Office yethu ku 043 023 0276.

i Office yethu ise:
22 Buffalo Street
Jabex House
Office 15
East London CBD.

Singumzi wase All Nations Funeral Home sikunye no Mdantsane FM 89.5Mhz kwi Big Breakfast Show no Sthembele Thomas ngalem...
18/07/2025

Singumzi wase All Nations Funeral Home sikunye no Mdantsane FM 89.5Mhz kwi Big Breakfast Show no Sthembele Thomas ngalemini ye Mandela Day, siye sabhengeza usapho ilitye eli besiphisa ngalo elizoya kuyo.
Siconge ii family ka sis' Kaleni Yonela ngengxa yokuchukunyiswa yi comment yakhe ethetha ngoMama wakhe oye walishiya eli ngomhla okwakuyi Mothers day ngalo..
Siyayazi intlungu yokuba ii family ishiywe ngumntu ongumama, ibebuhlungu kakhulu xa ungakwazi ulikhomba ngcwaba lakhe, ungakwazi nokuya kulo xa uziva usindeka kuba ungakwazi ulikhomba ingcwaba elo ..
Ngethemba loba esi sisiqhalo sokupholisa amanxeba kwi family yakwa Kaleni.

Thina singu All Nations ngalamini sizobe sifaka ilitye likamama sizobe siphethe ii grocery voucher worth R1000 ukungcedisa ku sapho nakumsebenzi ka Mama wakwa Kaleni.

Wanga umphefumlo ka Mama ungaqhubekela ulele ngoxolo.
"Ekudleni kwethu ubomi sikwa sekufeni "

All Nations Funeral Home bekunye no Mdantsane FM 89.5Mhz baphisa nge litye lesikhumbuzo ngale Mandela month.Okwakho kuku...
12/07/2025

All Nations Funeral Home bekunye no Mdantsane FM 89.5Mhz baphisa nge litye lesikhumbuzo ngale Mandela month.

Okwakho kukungena kwi page yethu, ucofe uLike and Follow ikhasi lethu, wandule uphawule (comment) ngegama le family ocinga uba yiyo efanele ufumana lenyhweba.

Zonke iintsapho ezichongiweyo mazibe ziphuma ku maspala ombhaxa iBCM.
Lowo uzofumana ilitye uzochongwa sithi ngokwezizathu ezibekiweyo ze sabona thina uba zoyavakala.

Uze ungalibali ke ucofa u "LIKE & SHARE" izofikelela nakwabanye.

uAll Nations Funeral Home no Mdantsane FM bahleli bebambisana ngoku guqula ubomi bokuhlala esiphilisana kuwo.

11/07/2025

Job opportunity!! (Part time)

We are currently looking for four Individuals(two females and two males) who will join our team.
They must be from Mdantsane or East London.

The said individuals must be:

•Between the ages of 25-35 years with a valid driver's licence.
•Have knowledge of the funeral service Industry.
•Have good communication skills.
•Be people with sober habits.

The females must know how to usher during funerals and the males must know how to set up Grave site and be able to operate lowering device.
Experience with reference/s will be an added advantage.

Please note this will be a part-time based opportunity, meaning you will work mostly on weekends when there are funerals to be conducted.

Please send us your applications at info@allnationsfh.co.za

Coffins from as little as R9500 with Full Service.
07/07/2025

Coffins from as little as R9500 with Full Service.

Address

Mdantsane

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 13:00
Sunday 09:00 - 13:00

Telephone

+27430230276

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when All Nations Funeral Home posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share