Masiy' Embo Traditional Care

  • Home
  • Masiy' Embo Traditional Care

Masiy' Embo Traditional Care Mabaye Bephila, Babuye Bephila" - They must go alive and come back alive

Mabaye bephila babuye bephila🏞️✊
12/06/2025

Mabaye bephila babuye bephila🏞️✊

12/06/2025

Ixesha lisondele

Mna ndingu pre-initiation lonto ithi phambi kokuba umntana oluke kunezinto ekunyanzelekile azenze ukuze xa efika pha, ig...
07/06/2025

Mna ndingu pre-initiation lonto ithi phambi kokuba umntana oluke kunezinto ekunyanzelekile azenze ukuze xa efika pha, igazilakhe libe lisemandleni

Iluxanduva lomzali ukuqinisekisa nowakhe umntana ubuye ephila✊
07/06/2025

Iluxanduva lomzali ukuqinisekisa nowakhe umntana ubuye ephila✊

06/06/2025

Kwabangandaziyo ndihlala kwa12 full time. Ndingumzukulwana kaMamgcina, uNongazi okanye uDumakude lo uligqirha. Mhlambi niyamazi yena. Naxa nisiza nabantwana benu nibuzise ngaye.

06/06/2025

I highly recommend nisebenzise le page xa ninemibuzo.✅

06/06/2025

Molweni kuninonke mna ndinguSinethemba, ndenze le page ngoba kudala ndikhuthazwa ukuba ndize ne.business yam ebantwini. Kule page ndimema bonke abantu abazakolusa nabazakoluka ngoba ndisebenza nabo. Umsebenzi wam kukucoca nokuqinisa umfana ozakoluka, ndiqinisa amabhoma kwaye ndiye ndiyabahlola nasemathambeni.
Ofuna ukwazi incukacha ezinzulu ndiyafumaneka kawhats app (060 359 3620), ndiyafumaneka kwalapha kuFB... Enkosi nibenosuku oluhle.

Address

3608 NU 12

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Masiy' Embo Traditional Care posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

  • Want your practice to be the top-listed Clinic?

Share