15/08/2024
If there's one thing I'll forever be grateful for my graphic design yindlela andifundise ngayo to ADVERTISE MY BUSINESS, not even depending on anyone for my business oko ndandiyi bambe ngoko since 2021 that time he's in East London.
Perks of having a teachable spirit🤌 Khanyiso Fetman I salute you Kwekwe🙏♥️♥️
Last Friday I had about 8 baskets(I am finishing the last basket ngoku) that was a biggest number that I got ever since I started my business, the max number for iiBaskets zam yayiba ngu2-3 thats enough for the weekend.
But look at God how he unfolds my life ngeBusiness yam, no one can convince me ukuba uThixo akaphili.
Ndimbonile uThixo etshintsha ubomi bam, umntu ondaziyo ukuba ndisuka phii will attest this. Uyabutshintsha ubomi bomntu ofuna utshintsha ubomi bakhe ndibubufakazi bemisebenzi kaThixo bethuna mna!!
Not even 3hours after I posted my business sendine client efuna uzisa iLaundry yakhe🥴, eeeeeyyyyyy Nkosi yam I'll forever be grateful maan🥹🥹🥹♥️♥️
Please follow our page Qhawe's Cleaning Services PTY LTD 🙏🙏