Iziko Lomoya

Iziko Lomoya Sikhulisana ngokukamoya
Sithaka amayeza aphilisayo wesintu
Siyahlola online nasesgodlweni
Siyanyanga

01/02/2025

UEzra 9:9
Ngokuba singamakhoboka; ke ebukhobokeni bethu akasishiyanga uThixo wethu.

ndivakalelwe ndicinga levesi ngalemini yanamhlanje isaqala.🙏

28/11/2023

Yazi xa ungemntwana womoya zikhona izinto ekufanele uziqaphele kwaye kwelinye ixesha kuyafuneka ufunde not uba ubenomona because uzophela uthakatha ngenxa yongafuni ukogqithwa. Zikhona indawo obekelwe zona uba wena ungangena kwaye ubenegunya futhi zikhona nongenongena kuzo ngenxa yokuba amandla awalingani so wena lambela ukufunda qha ukuze ukhule ubheke phambili ngokomoya..Amen zindlondlo.🙏🙏

Address

Umtata

Telephone

+27810431812

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Iziko Lomoya posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share