Imithandazo nezicelo

Imithandazo nezicelo Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Imithandazo nezicelo, Umzimvubu.

02/09/2022

Molweni

12/08/2022

AMOSE 8verse18 "Luyakunisiza ngani usuku luka JEHOVAH na???"

12/08/2022

Ofuna sithandazemakavele abhale igama nefani ndimthandazise ♥️

28/07/2022

Izikronike 15 ves 1
Umoya ka Thixo wamfikela uazariya,unyana ka odede .waphuma esiya kukhawulela uasa wathi kuye ndiphulaphuleni asa nani nonke mayuda namabhenjamini u Yehova unani ekubeni ninaye # eli lilizwi lika Yehova molweni

28/07/2022

good morning lovely friends .🤌🏼❤️❤️🥺

20/07/2022

Bulela uThixo ukuba usavuke unamandla 🙏❤️

Send a message to learn more

19/07/2022

kunabantu abangenamisebenzi ngenxa yesitshomi 🥺, kunabazali abashiya abantwana babo ngoba bafuna balale betyile🥺 kunabazali ababalekwa ngo tata babantwana kodwa basanyamezele 🥺 kunabantwana ababaleka amakhaya nabantwan babo ngenxa yokuyika ihlazo 🥺 kunabantu ababizwa ngamagama ngamagam kodwa abenzanganto mntwini kodwa basanyamezele 🥺 kunabantu abagxothwa emisebenzini ngenxa yesichitho kodwa akenzanganto 🥺 kunabazali abahlukumeza abantwana ngenxa yoba abanabathetheleli 🥺 kunabantu abaqala baphila kakuhle kodwa baphetha besitya emigqomeni 🥺 kunabantu abamelwe bubomi kanti batshatyalaliswa yi family 🥺 kunabantu esibabiza itshomi kanti masisingele bama kakubi ngegama lethu 🥺 kunamakhaya athi ze atye aqale ayocela 🥺 konomakhelwane esithi sobaxelela ngxaki zethu bahambe bemisa ngazo kodwa sisanyamezele ngoba u Thixo esinaye simthemba🥺

19/07/2022

uThixo abenani nasebusuku🙏❤️

18/07/2022

Phambhi kokuba ndilale ngubani ofuna ndimthandazele ?

18/07/2022

Ndi fisa uThixo aphendule imithandazo yenu nonke asuse imithwalo yenu ayenze eyakhe ngegama lika Thixo Amen ❤️

Address

Umzimvubu

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Imithandazo nezicelo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share

Share on Facebook Share on Twitter Share on LinkedIn
Share on Pinterest Share on Reddit Share via Email
Share on WhatsApp Share on Instagram Share on Telegram